Book of 2 Timothy - Xhosa

Book of 2 Timothy - Xhosa (Francois du Toit)
R70,00 incl VAT

Product description

UTimoti ngomnye wokuqala kubafundi bakaPawulosi. Unina wakhe wayengumYudakazi kwaye uyise engumGrike. UPawulosi wayesentolongweni eRoma ekubhaleleni uTimoti le ncwadi. Olu lubhalo lwakhe lokugqibela njengoba wafa ukufa kwegorha kwisithuba esifutshane emveni kobhalo olo; ilizwi lale ncwadi libunyembezana kwaye lisondele kakhulu entliziyweni yakhe uPawulosi. Uthando lwakhe ngoTimoti lucacile: “Njengosondeleyo umnxulumani wam kunye nogxa wam eluhambeni, uthabatha inxaxheba ngokugcweleyo kuyo yonke into evakaliswa yimfundiso kunye nobomi bam, waba ingqibo yam, inkolo yam, ukunyamezela kwam, uthando lwam, intumekelelo yam.” 2 Timoti 3:10
UPawulosi uthi ngoTimoti  kwabaseFiliphi 2:19 “Ndiyayithemba iNkosi ukuba ndiyakuba nako ukuthumela uTimoti kuni ngokukhawuleza; oku kum kuya kubangathi ndilapho mna siqu phakathi kwenu!”

  

Products specifications
CategoryReligion
AuthorFrancois du Toit
Book DetailsPaperback / 45 Pages / Black & White Text
Size 210 x 148mm
LanguageXhosa
Product tags