Book of James - Xhosa

Book of James - Xhosa (Francois du Toit)
R70,00 incl VAT

Product description

U-Yakobi, umninawe ka-Yesu uzisa ngobuchule isihloko sokulibala koluntu ubuni baso, obo butyhiliweyo futhi buhlanguliweyo kuye uLizwi owaba yinyama.
Ukusukela kweyokuqala ivesi ka-Yakobi ukuya kweyokugqibela kubonakala ukuba u-Yakobi ubek’ imfundiso yakhe ngokuchasene nemvakalelo yokulahleka kobuni bomntu: izizwe ezilishumi elinambini ezithe saa, abahlolokazi kunye neenkedama.

Ukuphulukana nomhlaba olilifa lakho kunye nosapho lwakho kungaba lolukhulu nelona vavanyo okanye isilingo esingumceli mngeni kuye nabani na onakujongana naso. “Ukulibala uhlobo lomntu onguye” (Yakobi 1:24, Ditho 32:18) 


  

Products specifications
CategoryReligion
AuthorFrancois du Toit
Book DetailsPaperback / 48 Pages / Black & White Text
Size 210 x 148mm
LanguageXhosa
Product tags